Skip to content Skip to left sidebar Skip to right sidebar Skip to footer

Planned Power Outage: Portion of Themablethu- ZONE 8, Dameni, 14th, 16th , Liwani Street

ISAZISO NGOPHAZAMISEKO LOBONELELO LOMBANE.

EZI NGINGQI ZILANDELAYO ZIYA KUCHAPHAZELEKA
ISIQEPHU SETHEMBALETHU- ZONE 8, DAMENI, 14TH & 16TH, LIWANI STREET

ISAZISO siyanikezelwa sokuba ubonelelo lombane luya kuphazamiseka ngoLWESITHATHU umhla wama- 21 EYOMDUMBA 2024 UKUSUSELA NGEYE-09H00 UKUYA KUMA NGEYESI- 16H00 ngeenjongo zokwenza iinguqulelo kwiingcingo ezinkulu zombane. Abasebenzisi bayalunyukiswa ukuba bathathe ufakelo njengento ephilayo malunga nexesha elipheleleyo njengoko unikezelo lunokuqaliswa kwakhona ngalo naliphi na ixesha phakathi kwexesha elazisiweyo

Ukuba iimeko zithintela ukwenziwa komsebenzi ngeli xesha likhankanywe ngasentla; Umsebenzi uya kwenziwa ngoLWESINE UMHLA WAMA-22 EYOMDUMBA 2024 UKUSUKA NGEYE-09H00 UKUYA KUMA NGEYESI -16H00.

***************************************************************************

NOTIFICATION OF THE INTERRUPTION OF THE ELECTRICITY SUPPLY.

THE FOLLOWING AREAS WILL BE AFFECTED: PORTION OF THEMBALETHU- ZONE 8, DAMENI, 14TH, 16TH, LIWANI STREETS

NOTICE is hereby given that the electricity supply will be interrupted on WEDNESDAY 21 FEBRUARY 2024 FROM 09H00 TO 16H00 for the purpose of doing alterations to the electrical mains.

Consumers are warned to treat the installation as being live for the full duration as the supply may be resumed at any time within the notified period.

Should circumstances prevent the work from being carried out during the abovementioned period; the work will be done on
THURSDAY 22 FEBRUARY 2024 FROM 09H00 TO 16H00