Skip to content Skip to left sidebar Skip to right sidebar Skip to footer

GEORGE MUN: Mayor’s Festive Message 2020

Burgemeester-feesboodskap 2020

 

Die jaar 2020 het inderdaad vir ons almal uitdagend uitgedraai. Reeds aan die begin van die jaar het ons as land ekonomiese uitdagings in die gesig gestaar. Die Covid-19-virus het reeds in talle lande voorgekom, voordat dit in Maart 2020 ons oewer bereik het, wat aanleiding gegee het tot die verklaring van die pandemie en die verskillende vlakke van inperkings wat ons almal in George en Suid-Afrika ervaar het. In die nasleep van die pandemie het ons nou die ekonomiese herstelfase betree waar ons ons ekonomie moet herbou en die werk wat ons verloor het, moet herstel.

 

Al ons burgers het gedurende hierdie jaar swaarkry beleef deur die beperking van beweging en aktiwiteite wat tot gevolg het dat baie kwesbare inwoners honger ervaar, die verlies van werksgeleenthede en waardigheid, asook verhoogde vlakke van veiligheidsprobleme. Die George-munisipaliteit sal steeds ‘n fasiliterende rol speel om te help met die herstel van verlore werksgeleenthede, wat die veiligheid, waardigheid en welstand van ons inwoners sal verbeter.

 

Ons wil al ons werknemers en burgers bedank vir al hul opofferings en geduld gedurende hierdie jaar, aangesien ons nuwe gedragspatrone aangepak het in die hantering van Covid-19.

 

Die George-munisipaliteit verwelkom alle besoekers aan George gedurende die somervakansieseisoen en wens hulle uitstekende weer, veiligheid (terwyl hulle op die paaie is en terwyl hulle swem) en goeie tye saam met vriende en familie toe.

 

Onthou om die Covid-19-voorskrifte veral tydens die vakansietydperk na te kom en aan te hou om maskers te dra, hande te was, sosiale afstand toe te pas en tuis te bly as u siek is.

 

Ons is almal saam in die pandemie en staar die uitdagings in die gesig. Waar moontlik, moet ons sien hoe ons diegene wat minder bevoorreg is as ons self, kan help.

Goeie wense aan alle inwoners en besoekers.

 

 

 

 

Mayoral Festive Message 2020

The year 2020 has indeed turned out to be challenging for all of us. At the outset as a country we began the year already facing economic challenges. The Covid-19 virus emerged in numerous countries before reaching our shores during March 2020 resulting in the declaration of the pandemic and the various levels of lockdown that we have all experienced in George and South Africa. In the aftermath of the pandemic we have now entered the Economic Recovery phase where we need to rebuild our economy and recover the jobs that we have lost.

All our citizens have experienced hardship during this year through the restriction of movement and activities resulting in many vulnerable residents experiencing hunger, the loss of jobs and dignity as well as increased levels of safety concerns. The George Municipality will continue to play a facilitating role to assist in the recovery of jobs lost, improving the safety, dignity and wellness of our residents.

We wish to thank all our employees and citizens for all their sacrifices and patience during this year as we have tackled new behavioural patterns in dealing with Covid-19.

The George Municipality welcomes all visitors to George over the summer holiday season and wish them excellent weather, safety (while on the roads and while swimming) and good times enjoyed with friends and family.

Please remember to adhere to the Covid-19 regulations especially during the holiday season and to continue wearing masks, washing hands, applying social distancing and staying home when sick.

We are all in this together as we are facing these challenges. Where possible, we should see how we can assist those less fortunate than ourselves.

Good wishes to all residents and visitors.

 

 

Umyalezo kaSodolophu weXesha leMibhiyozo yama-2020

 

Umnyaka wama-2020 ngenene uye waba ngumceli mngeni kuthi sonke. Ekuqaleni njengelizwe siqale unyaka sele sijongene nemingeni yezoqoqosho. Intsholongwane yeCovid-19 iqhambuke kumazwe amaninzi phambi kokuba ifikelele kumanxweme ethu ngexesha leyoKwindla 2020 ebangele ukubhengezwa kwesifo esikho kumazwe ngamazwe kunye namanqanaba ohlukahlukeneyo okuvalwa esiye sachatshazelwa ngawo sonke eGeorge kunye naseMzantsi Afrika. Emva kwesifo esikho kumazwe ngamazwe ngoku singene kwiNqanaba lokuVuselela uQoqosho apho kumele sakhe kwakhona uqoqosho lwethu kwaye sibuyise imisebenzi esilahlakeleyo.

 

Bonke abemi bethu abahlangabezene nobunzima ngexesha lalo nyaka ngokuthintelwa kokuhamba kunye nemisebenzi okubangele ukuba abahlali abaninzi abasemngciphekweni bathwaxwe yindlala, ukulahlekelwa yimisebenzi nesidima kunye namaqondo aphezulu eenkxalabo zokhuseleko. uMasipala waseGeorge uya kuqhubeka ngendima yokuququzelela uncedo lokubuyiswa kwemisebenzi elahlekileyo, ukuphucula ukhuseleko, isidima kunye nokuba sempilweni kwabahlali bethu.

Sinqwenela ukubulela bonke abasebenzi kunye nabemi bethu ngokuzenza amadini kunye nomonde wabo ngexesha lalo nyaka kuba siye sajongana nendlela entsha yokuziphatha ukujamelana neCovid -19.

uMasipala waseGeorge wamkela zonke iindwendwe eGeorge ngexesha leeholide zehlobo kwaye uzinqwenelela imo yezulu ebalaseleyo, ukhuseleko (ngexesha zisezindleleni nangexa ziqubha)kunye namaxesha amnandi onwatyelwa nezihlobo kunye nosapho

Please remember to adhere to the Covid-19 regulations especially during the holiday season and to continue wearing masks, washing hands, applying social distancing and staying home when sick.

 

Ncedani nikhumbule ukuthobela imimiselo yeCovid-19 ingakumbi ngexesha leholide kunye nokuqhubeka ninxiba iimaski, nihlamba izandla, nisebenzisa ukumela kude komnye umntu nokuhlala ekhaya xa ugula. Sonke sikule nto kunye njengoko sijamelene nale mingeni. Apho kunokwenzeka, kumele sijonge ukuba singabanceda njani abo bahlelelekileyo kunathi.

 

Iminqweno emihle kubo bonke abemi kunye neendwendwe.