Skip to content Skip to left sidebar Skip to right sidebar Skip to footer

Planned Interruption of the Electricity Supply: Portion of Thembalethu

THE FOLLOWING AREAS WILL BE AFFECTED:
PORTION OF THEMBALETHU
LWANDLE, KHWEZI AND JERIKO
STREET.

NOTICE is hereby given that the electricity supply will be interrupted on THURSDAY 18 JULY 2024 FROM 09H00 TO 20H00 for the purpose of doing alterations to the electrical mains. Consumers are warned to treat the installation as being live for the full duration as the supply may be resumed at any time within the notified period.

Should circumstances prevent the work being carried out during the abovementioned period; the work will be done on FRIDAY 19 JULY 2024 FROM 09H00 TO 20H00.

*

UPHAZAMISEKO OLUCWANGCISIWEYO LOBONELELO LOMBANE:KWI-NXALENYE YE-THEMBALETHU

KUYAKUCHAPHAZELEKA EZINGINGQI ZILANDELAYO:
INXALENYE YE- THEMBALETHU:
LWANDLE, KHWEZI NE- JERIKO STREET.

ISAZISO siyanikezelwa ukuba ubonelelo lombane luya kuphazamiseka ngoLWESINE umhla we-18 JULY 2024 UKUSUKA NGO-09H00 UKUYA KU-20H00 ukuze kwenziwe utshintsho kubuxhaka-xhaka bombane. Abathengi bayalunyukiswa ukuba baluphathe olufakelo njengoluhlala lukho lonke ixesha njengoko unikezelo lunokuqaliswa kwakhona nangaliphi na ixesha phakathi kwexesha elaziswa ngalo.

Ukuba iimeko zithintele ukwenziwa komsebenzi ngeli xesha likhankanywe ngasentla; umsebenzi uya kwenziwa ngoLWESIHLANU umhla WE-19 JULY 2024 ukusuka NGE-09H00 ukuya KU-20H00.